Jump to content

I-Mathematics

Livela

I-Mathematics sisifundo sokufunda ngamananiekubalwa ngawo, ngee''ndlela ezimile ngayo izinto'' nangee''patterns'' zezinto ekuthethwa ngazo ngelo xesha. Kumazwe afana neNgilane, i-Australia, New Zealand naseFrance liyashunqulelwa eli gama leMathematics kuthiwa yiMaths. Kanti eMelika, eCanada naseGermany kuthiwa yiMath. Xa uy''i-Mathematician'' ke kufuneka wazi okokuba uzakufunda ngezi zinto sele zichaziwe apha ngasentla.

Ibaluleke ngantoni i-Mathematics?

[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

I-Mathematics ibaluleke kakhulu kuba zisonjululwa ngayo iingxaki zasekuhlaleni ezisoloko zikho imihla-ngemihla. Baninzi abantu abangezo-Mathematicians abayisebenzisayo i-Mathematics kunjalo nje abaninzi bafunda ngayo. Khawufane ucinge xa ungugqirha ube ungazange wayifunda i-Mathematics, uzakuyibalela njani imixube yamayeza abantu abagulayo. Masithi mhlawumbi ungusomanxiwa, uzakuwazi njani umlinganiselo wamanxiwa. Zininzi izinto apha ebomini ezingenakwenzeka ngendlela efanelekileyo ngaphandle kweMathematics.

Zizisombulula njani iingxaki zemihla-ngemihla eziMathematicians?

[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Ezi Mathematicians ke zisebenzisa i-''logic'' xa zisombulula iingxaki.

pFad - Phonifier reborn

Pfad - The Proxy pFad of © 2024 Garber Painting. All rights reserved.

Note: This service is not intended for secure transactions such as banking, social media, email, or purchasing. Use at your own risk. We assume no liability whatsoever for broken pages.


Alternative Proxies:

Alternative Proxy

pFad Proxy

pFad v3 Proxy

pFad v4 Proxy